UNKOSI UNECEBO NGOBOYIYA

Emva kokunqumamisa abakhaya bakhe baKwaZulu-Natal uSanele Msimang noPrince Dlomo kwimilo yakhe emibini yokugqibela, oyintshatsheli yesizwe uNtethelelo Nkosi ngoku ukholelwa ukuba lifikile ixesha lokuyokophula iintliziyo zabalandeli bamanqindi eMpuma Koloni. UNkosi, oyinzalelwane…

ZIBAMBENE EPOLOKWANE 

IPolokwane City ibambene ngenqaku elinye macala omabini neSekhukhune United kumdlalo weBetway Premiership e-Old Peter Mokaba Stadium, ePolokwane, emva kwemini ngeCawa. IRise and Shine yophise kuqala ngenqaku likaRaymond Daniels ngomzuzu wamashumi…

AYIKHO EVUME UKUGOBA UPHONDO

Akukho qela elivume ukugoba uphondo kumaqela amane abedlala kwimidlalo emibini yeBetway Premiership kumaphondo awohlukeneyo emva kwemini ngoMgqibelo. AmaZulu abambene ngeqanda macala omabini nabamelwane bawo iLamontville Golden Arrows kumdlalo wobukhaya eMoses…

css.php