UNQOTHOLE UYAYAZI INTO EMAKAYENZE

Akukho ndlela yimbi kwinto emayenzeke xa uSikho ‘Sequence’ Nqothole esilwa nembethi-manqindi yaseNamibia uJafet Amukwa kumlo wamazwe ngamazwe eBox Camp Booysens, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Lenzalelwane yaseMthatha kunye no-Amukwa babenze lula ubunzima…

APHELILE AMATIKITI

IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba athengiswe aphela amatikiti omdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kulenyanga ezayo. Lo mdlalo wePirates neStellies uzabanjelwa eMoses Mabhida Stadium,…

ZIQALE KAKUHLE IINTSHATSHELI 

IMamelodi Sundowns iluqale kakuhle ukhuselo lwentshinga yayo njengokuba ibethe iSuperSport United ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Emva kokuqengqa amaqanda ekupheleni kwesiqingatha sokuqala, iiBrazilians zifake…

css.php