ROCKETS SHOOT TO QUARTER-FINALS
A nine-man TS Galaxy advanced to the quarter-finals of the Carling Knockout following a 1-0 win over Chippa United at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Sunday. Dzenan Zajmovic scored…
USMITH UNEBHONGO NEQHAYIYA NGOMBENGE
Umqeqeshi uSean Smith unebhongo neqhayiya yimbethi-manqindi yakhe uThulani ‘Evolution’ Mbenge emva kokuphumelela kwakhona intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwewelterweight eNgilane ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Kumthabathe iminyaka engaphaya kwemihlanu uMbenge ukuze abuye…
SMITH PROUD OF MBENGE
Johannesburg-based trainer Sean Smith is proud of his boxer Thulani ‘Evolution’ Mbenge after he reclaimed the International Boxing Organisation (IBO) welterweight title in England on Saturday evening. It took Mbenge…
AMAKHOSI WALK OVER MATSATSANTSA
Kaizer Chiefs leisurely advanced to the quarter-finals of the Carling Knockout after they mercilessly beat SuperSport United 4-0 at the Peter Mokaba Stadium on Saturday evening. Chiefs took the lead…
UMBENGE UPHINDE WAYIPHUMELELA INTSHINGA YE-IBO
Ngelingeni uThulani ‘Evolution’ Mbenge uphinde wayiphumelela kwakhona intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwewelterweight kwisithuba esingaphaya kweminyaka emihlanu waphulukana nayo. UMbenge uphumelele intshinga ye-IBO emva kokubetha uMichael McKinson wase-United Kingdom…
MBENGE RECLAIMS IBO TITLE
Thulani ‘Evolution’ Mbenge has finally reclaimed the International Boxing Organisation (IBO) welterweight title more than five years after he lost it. Mbenge regained the IBO title after he dominated Michael…
IIBRAZILIANS ZIQUTHISE I-ARROWS
IMamelodi Sundowns inqunqele iLamontville Golden Arrows egoqweni iyiquthisa ngamanqaku amahlanu eqandeni kumdlalo weCarling Knockout eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Kuthabathe iiBrazilians ngaphantsi kwemizuzu elishumi elinesihlanu ukufaka inqaku lokuqala njengokuba…
BRAZILIANS WALLOP ARROWS
Mamelodi Sundowns were too good for Lamontville Golden Arrows as they trounced them 5-0 in a Carling Knockout first round match at the Lucas Moripe Stadium in Atteridgeville on Saturday…
IMAGESI YOTHUSE IPIRATES
Akukhange konele ukudlala kakuhle kwe-Orlando Pirates ekuzeni kuphela komdlalo njengokuba ibethwe ngamanqaku amathathu kwamabini yiMagesi FC kumjikelo wokuqala weCarling Knockout e-Orlando Stadium, eSoweto, emva kwemini ngoMgqibelo. Abatshakazi bafake inqaku labo…
MAGESI SHOCK PIRATES
Orlando Pirates’ late fight back was not enough as Magesi FC beat them 3-2 in a Carling Knockout last-16 encounter at the Orlando Stadium in Soweto on Saturday afternoon. The…