ISTELLIES SIKHUPHE USUTHU KWICARLING KO
IStellenbosch FC sisemendweni wokuyikhusela indebe yeCarling Knockout emva kokubetha AmaZulu ngamanqaku amabini kwelinye eKing Zwelithini Stadium, eMlazi, eThekwini ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. IStellies siphale phambili ngenqaku likaDevin Titus emva komdlalo omhle obonakaliswe…
STELLIES DUMP USUTHU
Stellenbosch FC started the defence of the Carling Knockout by dumping AmaZulu out of the competition with a 2-1 win at the King Zwelithini Stadium in Umlazi, Durban, on Friday…
MOSIMANE JOINS IRANIAN SIDE
Pitso Mosimane has found a new home after he joined Esteghlal FC in the Persian Gulf Pro League on Friday. The 60-year-old Mosimane has taken his technical team of Maahier…
USEPTEMBER AKANAMDLA WOKUNGENA KWIBHODI KABSA
Njengokuba uMphathiswa weZemidlalo uGayton McKenzie ecele abantu bafake amagama abo abacinga ukuba bangangena kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA), uLuxolo September ulibeke lacaca elokokuba yena akanamdla wokukhonza kwaBSA. USeptember wayengomnye wamalungu…
SEPTEMBER NOT INTERESTED IN BSA BOARD
With Minister of Sport Gayton McKenzie having called for people to nominate individuals to serve in the Boxing South Africa (BSA) board, Luxolo September has made it clear that he’s…
CAFU RETURNS HOME
Throngs of people are expected to converge at the King Phalo Airport in East London to welcome back home world champion Phumelela ‘The Truth’ Cafu on Friday afternoon. Cafu defied…
BASEBENZA KUNYE KWAKHONA UKAZE NONABI
IKaizer Chiefs iqinise igqiza labaqeqeshi bayo njengokuba iqeshe ummi waseBurundi uCedric Kaze njengosekela-mqeqeshi omtsha. Ukongezelelwa kukaKaze kwisigqeba sabaqeqeshi abakhokelwa nguNasreddine Nabi kukuzama ukuqinisekisa ukuba Amakhosi enza bhetele ngoku njengokuba esokole…
KAZE, NABI REUNITE
Kaizer Chiefs have beefed up their technical team with the appointment of Burndian Cedric Kaze as their new assistant coach. This addition to coach Nasreddine Nabi’s technical team is aimed…
MBENGE’S BID TO RECLAIM CROWN
The day set for Thulani Mbenge’s opprtunity to upset Michael McKinson from the United Kingdom is fast approaching as the two boxers clash at the Copperbox Arena in London this…
TOURNEY LAUNCHED IN GQEBERHA
A tournament, which will take place on Saturday, 16 November, and features four Betway Premiership sides was launched in Gqeberha on Wednesday morning. The four-team tournament called Home of Legends…