AYIKHO EGOBE UPHONDO
Bekubonakala ngathi iCape Town City izakubuyela ekhaya nempumelelo de iRoyal AM yafaka inqaku lokulinganisa njengokuba lamaqela mabini ebambene ngenqaku macala kumdlalo weBetway Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, emva kwemini ngoMgqibelo.…
SPOILS SHARED IN MARITZBURG
It looked like Cape Town City were going to return home with maximum points until Royal AM equalised to make it 1-1 in a Betway Premiership encounter at the Harry…
VIOLATION OF TRADEMARK LAWS
The use of the name MADIBA and the image of the late South African State President Nelson Mandela for commercial purposes are a violation of South African trademark laws. This…
IIROCKETS ZIQINISEKISA UKUMKA KWEFOLOSI YAZO
I-TS Galaxy iqinisekisile emva kwemini ngoLwesihlanu ukuba ngenene imkile ifolosi eyinzalelwane yaseSerbia uSamir Nurković. Ukumka kwalomfana ,oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, kothuse umzi njengokuba edlale kakuhle kakhulu kwisizini ephelileyo, efaka amanqaku…
SERBIAN’S DEPARTURE CONFIRMED
TS Galaxy confirmed on Friday afternoon that their star forward Samir Nurković from Serbia has left the club. The 32-year-old Nurković’s departure came as a surprise as he returned to…
DIKGACOI RETURNS TO ARROWS
Lamontville Golden Arrows announced on Friday afternoon that their former player Kagisho Dikgacoi is back in the team as part of their technical staff. The 39-year-old Dikgacoi, originally from Winnie…
IICHILLI BOYS ZIZOKWAZISA NGABADLALI BAZO
Iqela laseMpuma Koloni iChippa United lizakubhengeza ngokusemthethweni abadlali abatsha eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngoMvulo kuleveki ezayo. IiChilli Boys zikhulule abadlali abangaphaya kweshumi elinesihlanu, zaze zatyikitya abanye abaliqela kuquka no-Andile…
CHILLI BOYS TO UNVEIL PLAYERS, KIT
Eastern Cape outfit Chippa United are set to officially unveil all their signings at the Nelson Mandela Bay Stadium in Gqeberha on Monday next week. The Chilli Boys have released…
JANSEN’S NEW AMAKHOSI DEAL
Kaizer Chiefs confirmed on Thursday afternoon that wing back Donay Jansen had signed a new three-year contract with them. The 21-year-old Jansen’s new contract means that his deal with Amakhosi…
ULEJAKA UBUYELE KWABSA
UTsholofelo Lejaka ubuyele kwaBoxing South Africa (BSA) kwisithuba esingaphaya kweminyaka emine walahlayo kulombutho. ULejaka ubuyele kwaBSA njengengqonyela ebambeleyo negosa eliyintloko emva kokutyunjwa nguMphathiswa weZemidlalo uGayton McKenzie ngoLwesine. ULejaka wayeyingqonyela kwaBSA…