LEJAKA BACK AS BSA CEO
Tsholofelo Lejaka has made a spectacular return to Boxing South Africa (BSA) just over four years after he left the organisation in a huff. Lejaka returned to BSA as the…
OKUTHETHWE NGUWITBOOI KWIGQALA UHLABANE
Nkqu nobukho begqala lomqeqeshi wamanqindi uNorman Hlabane kwenye ikona akumothusi, kwaye akumoyikisi uLonki Witbooi njengokuba uloyiko lungekho kwisigama sakhe logama equkumbela ukulungisa uSinethemba Blom, emlungiselela umlo noKhaya Busakwe. UHlabane, owalwa…
WHAT WITBOOI TOLD NTATE HLABANE
Even the presence of veteran boxing trainer Norman Hlabane in the opposite corner doesn’t scare Lonki Witbooi as fear is not part of his vocabulary while he’s finalising preparations for…
YIMOSES MABHIDA KWAKHONA
IMoses Mabhida Stadium eseThekwini izakusingatha umdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kwimpelaveki yokuqala ku-Okthobha. IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile ngoLwesithathu ukuba elibala elalisingathe imidlalo yeNdebe yeHlabathi ngo-2010 likhethelwe…
IT’S MOSES MABHIDA STADIUM, AGAIN
Moses Mabhida Stadium in Durban is going to host the MTN8 final between Orlando Pirates and Stellenbosch FC on the first weekend of October. The Premier Soccer League (PSL) announced…
CHILLI BOYS CONFIRM EAST LONDON MATCHES
Chippa United announced on Wednesday that they are going to play their next two home matches at the revamped Buffalo City Stadium in East London. The venue has not hosted…
IPHUMELELE IBAFANA
IBafana Bafana iquthise iSouth Sudan ngamanqaku amathathu kwamabini kumdlalo wokuzibekela indawo kwitumente ye-Africa Cup of Nations ka-2025 eJuba National Stadium emva kwemini ngoLwesibini. IiBright Stars zothuse iBafana ngethuba ziphala phambili…
WIN FOR BAFANA
Bafana Bafana defeated South Sudan 3-2 in a 2025 Africa Cup of Nations qualifier at the Juba National Stadium on Tuesday afternoon. The Bright Stars scared Bafana when they scored…
MNISI BACK AT THWIHLI THWAHLA
Pietermaritzburg-based Premiership side Royal AM announced on Tuesday afternoon that experienced football administrator Sinky Mnisi had returned to the club with immediate effect. The former Highlands Park administrator, who left…
ITHUBA LIKAMBENGE LOKUBUYISA IBHANTI YE-IBO
Sele iyiminyaka engaphaya kwemihlanu kususela mhla uThulani ‘Evolution’ Mbenge waphulukana nentshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwewelterweight, kwaye ngoku ufumana ithuba lokuyibuyisa njengokuba ezakulwa noMichael McKinson wase-United Kingdom kulenyanga ezayo.…