NKOSI WAITING PATIENTLY

Ntethelelo Nkosi has adopted a patient approach as he said that he’s waiting for the confirmation of the date of his fight against Sanele Msimang in a South African junior-welterweight…

KUBHIYOZELWE UKUMKA KUKAJACOBS 

Umkile uPhakamile Jacobs, kwaye akukho mathandabuzo ukuba abalandeli bamanqindi abasayikuze bamlibale njengokuba esadla amazimba nje. Ukususwa esikhundleni kukaJacobs, owayesakuba namandla elulawulweni, kubhiyozelwe ngabantu abaninzi ukusuka ezantsi eNtshona Koloni ukuya phezulu…

IIPROTEAS ZIPHUMELELE UMDLALO WESITHATHU 

IiProteas zibethe iBangladesh ngemitsi emine eNassau County International Cricket Stadium eNew York kwelaseMelika ngoMvulo ebusuku, ngokwexesha loMzantsi Afrika, zaze ngalondlela zaphumelela yomithathu imidlalo yazo. UHeinrich Klaasen uwusebenzise ngendlela encomekayo umngcunube…

UBONGCO UVULA NGEMBETHI-MANQINDI YASEZIMBABWE

Kanye nje emva kweentsuku ezimbalwa etyikitye isivumelwano solawulo seminyaka emibini neNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan, uSimnikiwe Bongco sele enomlo azakuwulwa no-Ashington Ziwakaya waseZimbabwe. Lembethi-manqindi eneminyaka engamashumi amabini anesibini neqeqeshwa…

OLUNYE UXANDUVA EMAGXENI KATEMPI 

Umlawuli kaBoxing South Africa (BSA) eNtshona Koloni uMzoli Tempi unikwe olunye uxanduva ligunya-bantu elongamele amanqindi kweli. Ngaphandle kokuba liliso kumanqindi aseNtshona Koloni, uTempi, onkaba yakhe yawela eBuffalo City Metro eMpuma…

MORE WORK FOR TEMPI 

Western Cape Boxing South Africa (BSA) provincial manager Mzoli Tempi has been given more responsibility by the regulatory body. Apart from overseeing boxing in the Western Cape, Tempi from the…

css.php