AMAXESHA ANZIMA KUBATHELEKISI
Basengxakini abathelekisi abatyala iBoxing South Africa (BSA) izikhuntyu zemali njengokuba ibhodi yeliqumrhu igqibe ekubeni nabani onetyala lemali makahlawule okanye alibale ngokufumana iimpepha zokuthelekisa. Yinto eyaziwayo ukuba abathelekisi abaphambili kweli baphakathi…
ROUGH TIMES FOR PROMOTERS
Promoters who owe Boxing South Africa (BSA) are in for a rude awakening as the board of the regulatory body has decided that anyone who owes money must pay or…
UPHUMILE UJACOBS KWANGENA UVABAZA-BOOI
Imimoya yotshintsho iye yabhudla kwaBoxing South Africa (BSA), kwaye lomimoya iphephethekise umphathi kaBSA eMpuma Koloni uPhakamile Jacobs yamlahlela enkunkumeni. Kwaye ke ngoku kungene uSiya Vabaza-Booi, owayengumgwebi emanqindini, engena endaweni kaJacobs,…
JACOBS OUT AS VABAZA-BOOI TAKES OVER
Winds of change blew at Boxing South Africa (BSA) and long-standing BSA Eastern Cape provincial manager Phakamile Jacobs was swept out of power and consigned to the scrapheap. And in…
USIGQIBO UJONGE INTSHINGA KAMALAJIKA
UYanga ‘Showtime’ Sigqibo ujonge intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwejunior-bantamweight njengokuba ecele umngeni kwintshatsheli uRicardo Malajika. USigqibo waseDuncan Village, eMonti, utyikitye isivumelwano sokucela umngeni kuMalajika, owayikhusela ngempumelelo intshinga yakhe…
SIGQIBO EYES MALAJIKA’S TITLE
Yanga ‘Showtime’ Sigqibo is fixing his eyes on the International Boxing Organisation (IBO) junior-bantamweight title as he has challenged current champion Ricardo Malajika. Sigqibo has signed to challenge Malajika, who…
UHADEBE UNYATHELANA NOMMI WASETANZANIA
Emva kokuphanza kwelinge lokulwa noGabriela ‘La Bonita’ Sanchez Saavedra waseMexico kulenyanga ephelileyo, uSimangele ‘Smash’ Hadebe uzakubuyela eqongeni xa esilwa noJesca Mfinanga waseTanzania. UHadebe noMfinanga bazakuvana amandla eKibler Park Recreation Centre,…
TANZANIAN OPPONENT FOR HADEBE
After last month’s fight against Mexican boxer Gabriela ‘La Bonita’ Sanchez Saavedra failed to materialise, Simangele ‘Smash’ Hadebe will make a ring return against Tanzanian Jesca Mfinanga. Hadebe and Mfinanga…
UMMI WASENETHERLANDS UPHUMELELE UCOMRADES MARATHON
UPiet Wiersma, ongummi waseNetherlands, uphumelele ugqatso lweComrades Marathon ebisuka eThekwini iyokuphela eMgungudlovu ngeCawa kusasa. UWiersma, oneminyaka engamashumi amabini anesithandathu, uphumelele olugqatso ngeeyure ezintlanu nemizuzu engamashumi amabini anesihlanu elandelwa nguDan Moselakwe…
WIERSMA WINS COMRADES MARATHON
Piet Wiersma from the Netherlands won the 2024 edition of the Comrades Marathon up run from Durban to Pietermaritzburg on Sunday morning. The 26-year-old Wiersma, who came second after Tete…