‘NDIZAKUMBETHA NDIMWISE’ – BALENI 

USiphamandla ‘Toytoy’ Baleni ukholelwa kwelokokuba umntu okhethe yena ukuba alwe nommi waseZimbabwe uBeaven Sibanda, ongekabethwa, ngoJuni wenze impazamo enkulu. Lenjinga yoMzantsi Afrika yamhlamnene, ezakulwa noSibanda kwimijikelo esibhozo e-Emperor’s Palace, eKempton…

IPIRATES ITYWATYUSHE ITHWIHLI THWAHLA 

I-Orlando Pirates itywatyushe iRoyal AM ngamanqaku amane eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, emva kwemini ngeCawa. IiBuccaneers ziphale phambili ngenqaku likaPatrick Maswanganyi ebelixoxisa ngomzuzu wamashumi amabini anethoba. UThalente…

URAYNERS UZIDLELE ITHEKO

U-Iqraam Rayners ebezidlela itheko ngethuba iStellenbosch FC, ebingenalusini, ingcwaba iPolokwane City ngamanqaku amahlanu eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eDanie Craven Stadium kwiCape Winelands ngokuhlwa kwangoMgqibelo. URayners ufake inqaku lakhe lokuqala kumanqaku…

AMAZULU AQHAWULE IICHILLI BOYS

AmaZulu aze ngemva abetha iChippa United ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo weDStv Premiership eMoses Mabhida Stadium, eThekwini, emva kwemini ngoMgqibelo. USinoxolo Kwayiba ufake inqaku lakhe lesithathu kwimidlalo yePremiership ngethuba efaka inqaku…

css.php