OOSHONGWE BAJONGE UKUFUMISA INXILI KABSA 

Umcimbi wemali ngomnye wemicimbi ephambili nebalulekileyo ezakujongwa yibhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA) kwilinge lokuzisa uzinzo kumanqindi elilizwe. Le yenye yezinto ezithethwe ngusihlalo webhodi kaBSA kwiiyure ezimbalwa emva kokutyunjwa kwakhe…

IBHENGEZIWE IBHODI KABSA 

Ibhodi kaBoxing South Africa (BSA), enamalungu asixhenxe azakuxhuzula imikhala yolawula iminyaka emithathu, ibhengezwe nguMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ngoLwesibini. Oku kuza emva kokokuba iNational Profeasional Boxing Promoters Association (NPBPA) yayithintela ngokusemthethweni…

BSA BOARD ANNOUNCED

A new seven-member board of Boxing South Africa (BSA), which will be at the held for three years, was announced by Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa on…

IBSA IYALELA USIBISI UKUBA AKHUSELE INTSHINGA 

Unexeshana nje elingaphantsana kweenyanga ezimbini eyintshatsheli yoMzantsi Afrika, kodwa uNkosingiphile Sibisi waKwaZulu-Natal sele eyalelwe yiBoxing South Africa (BSA) ukuba akhusele intshinga yakhe yosiba awayiphumelela ekuthambekeni kukaMatshi. USibisi, osele eyiphumelele yosixhenxe…

UTYIRHA UZIMANYE NE-ALL WINNERS  

Zifikelele esiphelweni iintsuku zokunyuka esehla kowayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha njengokuba ezimanye ne-All Winners Boxing Club eMdantsane. UTyirha ufumene ikhaya elitsha emva kokuqhawula amatyathanga ebembophelele kumlawuli…

UTUNZI UKHUSELA KUBOYIYA 

Emva kokubuya ngemva wabetha obeyintshatsheli yephondo uLuvuyo Mputi kumlo owawumhle kakhulu ngoMatshi, ngoku uChumani ‘AK 47’ Tunzi uzakulwa nentshatsheli yamhlamnene eMzantsi Afrika u-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya. UTunzi uzakube eyikhusela okokuqala intshinga…

css.php