UTHABATHE UMHLALA PHANTSI UBUDLER 

Lufikelele esiphelelweni emanqindini uhambo lwembunguzulu lwembethi-manqindi, uHekkie ‘Hexecutioner’ Budler, obeke phantsi kulomdlalo. UBudler, olwe kudidi lwabahlawulwayo phantse iminyaka engamashumi amabini, ubeliqhawe kumanqindi oMzantsi Afrika, ephumelela iintshinga zehlabathi ezintandathu ingabalwanga ibhanti…

DECORATED BUDLER RETIRES 

It’s the end of an era as South Africa’s most decorated boxer Hekkie ‘Hexecutioner’ Budler has retired from the fistic sport. In a professional career spanning almost two decades, Budler…

UZAKUBUYELA EBALENI UMAKHAULA

Umdlali wasesiswini kwi-Orlando Pirates, uMakhehleni Makhaula, uzakubuyela ekuziqeqesheni nabalingane bakhe ngoLwesithathu. Oku kuvakaliswe yiPirates emva kokuba uMakhaula wothuse abantu abaninzi ngethuba esiwa isiduli ekuzeni kuphela kwesiqingatha sokuqala somdlalo weNedbank Cup…

UNYANGANI UZAKULWA OKOKUQALA EYIMPUKANE 

Emva kokuphulukana nentshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight, ebethwa nguSiyakholwa Kuse, uBangile Nyangani uzakulwa okokuqala kudidi lwempukane ngoMeyi. UNyangani nomqeqeshi wakhe u-Alan Toweel bagqiba ekubeni onyukele ngentla kudidi lwempukane emva…

AMAZULU AQUBISANA NEPIRATES

Iqela laseThekwini, AmaZulu, azakunyathelana neentshatsheli ezikhuselayo i-Orlando Pirates kumjikelo wesithathu weNedbank Cup. Lomdlalo wAmaZulu neeBuccaneers uqinisekiswe ngethuba lamaqela asibhozo ebethelekiswa eRandburg, kumantla eRhawuti, ngoMvulo ngokuhlwa. IMamelodi Sundowns izakwenza uhambo olufutshane…

css.php