‘NDINGABABETHA BONKE’ – NGXEKE 

By Monwabisi Jimlongo ULandile ‘Man Down’ Ngxeke usamangalisiwe, kwaye wothukile emva kokuba uYanga Sigqibo, uSikho Nqothole noSabelo Ngebiyana bebonakalise umdla wokulwa naye ngoku emva ‘kokumbaleka’ ngexesha esalwa kudidi lwejunior-bantamweight. USigqibo,…

ISUNDOWNS AYIKABETHWA

Kubonakala kusenzima ukubetha iMamelodi Sundowns njengokuba idlale ngokulingana ngenqaku elinye macala nabamelwane bayo iSuperSport United kumdlalo weDStv Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Iinkunzi zaseTshwane, eziphala phambili kumanqwanqwa ePremiership, zifake…

ISUNDOWNS ITHELEKISWE NEYOUNG AFRICANS 

Iqela eliphala phambili eMzantsi Afrika, iMamelodi Sundowns, ithelekiswe neYoung Africans yaseTanzania kumaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League. Umlenze wokuqala uzakudlalwa kwimpelaveki yomhla wamashumi amabini anethoba ukuya ngomhla wamashumi amathathu kulenyanga.…

‘USINDILE UPHALISO- BATYI 

Intshatsheli yoMzantsi Afrika, uZolisa Batyi, ukholelwa ukuba uYamkela Phaliso ubenethamsanqa njengokuba erhoxile kumlo wabo kuba ebezimisele ukumbonisa amaqhekez’engqele xa bebezakulwela e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye kuMatshi. UPhaliso…

css.php