ISUNDOWNS ITHELEKISWE NEYOUNG AFRICANS 

Iqela eliphala phambili eMzantsi Afrika, iMamelodi Sundowns, ithelekiswe neYoung Africans yaseTanzania kumaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League. Umlenze wokuqala uzakudlalwa kwimpelaveki yomhla wamashumi amabini anethoba ukuya ngomhla wamashumi amathathu kulenyanga.…

‘USINDILE UPHALISO- BATYI 

Intshatsheli yoMzantsi Afrika, uZolisa Batyi, ukholelwa ukuba uYamkela Phaliso ubenethamsanqa njengokuba erhoxile kumlo wabo kuba ebezimisele ukumbonisa amaqhekez’engqele xa bebezakulwela e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye kuMatshi. UPhaliso…

UMAYO UNGENILE KWIQELA LEBAFANA 

UKhanyisa Mayo, oyifolosi yeCape Town City, ungenile kwiqela leBafana Bafana elinabadlali abangamashumi amabini anesithathu nelizakudlala imidlalo yobuhlobo emibini ne-Andorra kunye ne-Algeria kulenyanga. UMayo, obengoyena mdlali ofake amanqaku amaninzi kwisizini ephelileyo…

css.php