BADANILE UNGEBIYANA NOMPHATHI WAKHE

Badane bamanzi uSabelo Ngebiyana nomphathi wakhe u-Immanuel Mutavhatsindi njengokuba bekholelwa ukuba baqathiwe emva kokuba lembethi-manqindi yaseMpuma Koloni ilwe ngokulingana nommi waseTanzania u-Ibrahim Mafia, ogama lokuzalwa lingu-Ibrahim Mustafa Kodema, ngenj’ixukuxa ngeCawa.…

IPIRATES IPHINDE ESEZOLO IBETHA ICHIEFS 

I-Orlando Pirates ibethe iKaizer Chiefs isihlandlo sesibini njengokuba iphumelele ngamanqaku amathathu kwamabini kumdlalo weDStv Premiership eFNB Stadium, eNasrec, eRhawutini ngemva kwemini ngoMgqibelo. Amakhosi, ebeliqela ebelityelele, aphale phambili ngomzuzu wesithandathu umdlalo…

AKOYIKI NGOKOYIKISWA UNTLANGANISO

UMandla Ntlanganiso akanaxhala, kwaye akoyiki ngokoyikiswa njengokuba iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) iqinisa idabi layo kwilinge lokumshenxisa kwisikhundla sokuba ligunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA). UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa,…

css.php