UNTLANGANISO UGXEKA IPOLITIKI EMANQINDINI 

NguMonwabisi Jimlongo UMandla Ntlanganiso, osandula ukonyulelwa kwisikhundla segunya eliphezulu kwiBoxing South Africa (BSA), ukholelwa kwelokokuba ngekude kakhulu amanqindi aseMpuma Koloni ukuba bekungasetyenziswa ipolitiki ewugungqisayo lomdlalo. Ethetha ngethuba bekumiliselwa ngokusesikweni iKay…

IPHEHLELELWE EMONTI IKAY B PROMOTIONS

Iphehlelelwe ngokusesikweni eBeacon Bay, eMonti, ngeCawa iKay B Promotions, eliqumrhu elitsha labathelekisi bamanqindi. IKay B Promotions izakubanetumente yayo yamazibulo e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye. “Eli liphupha endabanalo…

IBUCS IZE NAWO ONKE AMANQAKU 

I-Orlando Pirates ibethe iPolokwane City ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, emva kwemini ngoMgqibelo. Emva kokuba lamaqela mabini oyisakele ukufaka inqaku okanye amanqaku kwisiqingatha sokuqala, umdlali…

ZINTINGELE PHEZULU IIBRAZILIANS 

IMamelodi Sundowns intingele phezulu kuGroup A weCAF Champions League emva kokubetha iTP Mazembe yaseDemocratic Republic of Congo (DRC) ngenqaku elinye eqandeni eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, kwintshona yePitoli emva kwemini ngoMgqibelo.…

css.php