USUTYWE KUKUFA UMKHONZA
USiphiwe Mkhonza, owayesakubangumdlali wasemva kwiKaizer Chiefs, iLamontville Golden Arrows, iRia Stars neBloemfontein Celtic, usweleke ngentseni yangoLwesibini engamashumi amane anesine. Lenzalelwane yaseSprings ilishiye eli limagad’ahlabayo isebenza njengomhlalutyi webhola ekhatywayo kwaSABC Sport,…
MKHONZA PASSES AWAY
Former Kaizer Chiefs, Lamontville Golden Arrows, Ria Stars and Bloemfontein Celtic defender Siphiwe Mkhonza has passed away. He was 44. Springs-born Mkhonza, who was an SABC Sport football analyst, was…
UNTLANGANISO UTHABATHEKILE NGUBOOI
Ingaba ke kanti akakabinayo nenye itumente asele eyenzile, kodwa kubonakala ngathi umnikazi weKay B Promotions, uMzi Booi, uyibile intliziyo yegosa eliyintloko kuBoxing South Africa (BSA), uMandla Ntlanganiso. Oku kuye kwacaca…
UBATYI UBUYA KWINKAMPU YOKUZILOLONGA ETHEKWINI
Intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, uZolisa Batyi, uzakubuyela eMonti ngoLwesithathu emva kokuchitha iveki yonke kwinkampu yokuziqeqesha eThekwini, njengokuba elungiselela ukukhusela intshinga yakhe isihlandlo sesibini xa esilwa noYamkela Phaliso kwisithuba sento…
BOOI IMPRESSES NTLANGANISO
He might not have staged his first tournament yet, but it seems that Kay B Promotions boss Mzi Booi has won the heart of Boxing South Africa (BSA) accounting authority…
BATYI RETURNS FROM DURBAN CAMP
Following a week-long training camp in Durban, reigning South African featherweight champion Zolisa Batyi is going to return to East London on Wednesday ahead of his second title defence, which…
UGOLDBERG UTHI ABAZINTO NGOMLO KAWELLEM
UHoward Goldberg ugxininisile ukuba umbutho wakhe, iWorld Boxing Federation (WBF), awukhange ubenento yokwenza nomlo ka-Asemahle Wellem kunye nejoni laseTanzania, uSelemani Kidunda, eDar-Es-Salaam kwelaseTanzania ngenj’ixukuxa ngoMgqibelo. Endaweni yoko, uGoldberg uthe ukuba…
GOLDBERG DISTANCES WBF FROM WELLEM FIGHT
Howard Goldberg has reiterated that his organisation, the World Boxing Federation (WBF), had nothing to do with Asemahle Wellem’s fight against Tanzanian boxer Selemani Kidunda, which took place in Dar-Es-Salaam,…
UFOURIE UWULUNGELE UMLO WAKHE OLANDELAYO
UKaine ‘K 9’ Fourie ucinga ngokokuba izakuthini na indlela yakhe njengokuba ezakuvana amandla kunye noKutlwano Ogaketse waseGaborone, eBotswana, eBox Camp Booysens, eRhawutini, ngoLwesihlanu. Engekabethwa kwimilo esibhozo njengokuba ephumelele emithandathu, waze…
FOURIE READY FOR HIS NEXT FIGHT
Kaine ‘K 9’ Fourie is thinking ahead as he is ready for his lightweight international fight against Kutlwano Ogaketse from Gaborone, Botswana, which is scheduled for the Box Camp Booysens…