UMISIWE UMDLALO WEEROCKETS NESUNDOWNS

IPremier Soccer League (PSL) ivakalise ukudla iwumisile umdlalo weDStv Premiership phakathi kweTS Galaxy neMamelodi Sundowns, obuzakubanjelwa eMbombela Stadium, eNaspoti, ngecala lentsimbi yesixhenxe ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Esisigqibo sithatyathwe emva kokuba ibhasi ebikhwelise…

UBATYI UZAKULWA NEMBETHI-MANQINDI ENTSHA 

Kukho inguqu ekhoyo kuluhlu lweembethi-manqindi ezizakulwa kwitumente yeKay B Promotions njengokuba umlo ophambili utshintshile, apho intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, uZolisa Batyi, ezakulwa namntu wumbi engazokubasalwa noYamkela Phaliso. Ingxaki esesihlahleni…

NEW OPPONENT FOR BATYI

There’s one change in the Kay B Promotions’ bill as the main bout has changed a bit with South African featherweight champion Zolisa Batyi not fighting against Yamkela Phaliso anymore…

USITHOLE ULWA UKUTYUNJWA LUKANTLANGANISO

Owayesakuba yingqonyela ebambeleyo kwiBoxing South Africa (BSA), u-Erick Nsikayezwe Sithole, ucela umngeni kwisigqibo soMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ekuchongweni kukaMandla Ntlanganiso njengegunya eliyintloko kwaBSA. UKodwa utyumbe uNtlanganiso, owafika kwaBSA ezokusebenza njengegosa…

USUTYWE KUKUFA UMKHONZA

USiphiwe Mkhonza, owayesakubangumdlali wasemva kwiKaizer Chiefs, iLamontville Golden Arrows, iRia Stars neBloemfontein Celtic, usweleke ngentseni yangoLwesibini engamashumi amane anesine. Lenzalelwane yaseSprings ilishiye eli limagad’ahlabayo isebenza njengomhlalutyi webhola ekhatywayo kwaSABC Sport,…

css.php