UBROOS UBHENGEZE IQELA LAKHE
Emva kokuba ngumdlali ophambili kwimidlalo emine ukususela ngo-Agasti, umdlali wasesiswini kwiChippa United uGoodman Mosele ubandakanyiwe kwiqela leBafana Bafana elibhengezwe ngumqeqeshi uHugo Broos ngokuhlwa kwangoLwesine. IBafana izakudlala imidlalo yamazwe ngamazwe ne-Andorra…
BROOS ANNOUNCES HUGE BAFANA SQUAD
Bafana Bafana coach Hugo Broos on Thursday evening announced a preliminary squad for two international friendly matches against Andorra and Algeria later this month. Broos’ boys play the first match…
AZAKUTHENGISWA NGOLWESIHLANU AMATIKITI OMDLALO WECHIPPA NECHIEFS
Iqela laseMpuma Koloni, iChippa United, ibhengeze ukuba azakuthengiswa ukususela ngoLwesihlanu amatikiti omdlalo wayo neKaizer Chiefs eBuffalo City Stadium, eMonti, ngoMgqibelo umhla wesithandathu ku-Epreli. Izakuba ngumdlalo weDStv Premiership wesibini lo iiChilli…
CHILLI BOYS, AMAKHOSI TICKETS ON SALE
Eastern Cape side Chippa United have announced that tickets for their home game against Kaizer Chiefs set for the Buffalo City Stadium in East London on Saturday, 6 April, will…
AKUNGXANYWANGA, LOGAMA I-IBF ISITHI MABALWE UNONTSHINGA NO-ARANETA
Akukho apho kungxanyelwe khona malunga nokuqalisa uthethathethwano nangona nje i-International Boxing Federation (IBF) iyalele ukuba ‘mawuphindwe’ umlo wango-Epreli 2021 phakathi kukaSivenathi ‘Special One’ Nontshinga noChristian ‘The Bomb’ Araneta wasePhilippines. UNontshinga,…
NO HURRY FOR NEGOTIATIONS AS NONTSHINGA, ARANETA REMATCH ORDERED
There is no hurry to start negotiations even though a rematch of the April 2021 fight between Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga and Filipino boxer Christian ‘The Bomb’ Araneta has been…
UKOMPHELA UBUYELE KWI-ARROWS
USteve Komphela ubuyele kwiLamontville Golden Arrows njengomqeqeshi kanye nje kwinto engaphantsi kwenyanga kwaqhawuka umtshato phakathi kwakhe neMoroka Swallows, ekwingxingongo yezimali. Ukubuya kwalokapteni wamhlamnene weBafana Bafana kungqinisiswe yi-Arrows ngoLwesine, emva kokuba…
KOMPHELA BACK AT ARROWS
Steve Komphela is back at Lamontville Golden Arrows as head coach just less than a month after he left financially-challenged Moroka Swallows. The former Bafana Bafana captain’s return to Abafana…
INPBPA INYANZELISA UGODONGWANA ANCEDISE EKUGXOTHENI UNTLANGANISO
Kubonakala ngathi soze ixole iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ide ibone igunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA), uMandla Ntlanganiso, engumahlalela njengokuba igrogrisa ngothawuzisa uMphathiswa weZimali, u-Enoch Godongwana, kwiinkundla zomthetho…
NPBPA WANTS GODONGWANA TO HELP OUST NTLANGANISO
It looks like nothing will please the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) more than seeing Boxing South Africa (BSA) Mandla Ntlanganiso joining the already swelling ranks of the unemployed…