ABAVUMELEKANGA ABABUKELI

Imozulu emaxongo eKapa inyanzelise iCape Town City ibhengeze ukuba abalandeli abazokuvunyelwa eCape Town Stadium kumdlalo weeCitizens nAmaZulu emva kwemini ngeCawa. Kuzakuthethwana nabalandeli abasele bewathengile amatikiti, kwaye sizakwenziwa isibhengezo emva kokunxibelelana…

‘MAKABEMNYE NGEXESHA’ – JACK  

Nayiphi na imbethi-manqindi enqwenela ukulwa nentshatsheli yosiba eMzantsi Afrika, uZolisa Batyi, kuzakufuneka ilinde ade aqoshelise umcimbi wakhe noYamkela Phaliso. Oku kuthethwe ngumqeqeshi kaBatyi, uKhangelani Jack, njengokuba sele kukho iimbethi-manqindi ezifuna…

UMPENGESI UTHABATHEKILE NGABADLALI

Ukukhula kwenani labadlali abazinzalelwane zaseMpuma Koloni abadlala kwiChippa United kuyinto emnandi kakhulu kusihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi. Esisikhulu seeChilli Boys sivuya kakhulu njengokuba uSinoxolo Kwayiba noKayden Francis bezibonakalisa nje…

IPIRATES IHLAZE ABAFANA BES’THENDE

Ibilihlazo elingenakuphikiswa njengokuba i-Orlando Pirates itywatyushe iLamontville Golden Arrows ngamanqaku asixhenxe kwelinye kumdlalo weDStv Premiership e-Orlando Stadium, eSoweto, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UTshegofatso Mabasa ungcangcazelise umnatha kathathu, aze amanye amanqaku afakwa nguRelebohile…

css.php