Month: March 2024

AKEKHO UNJEKANYE KWIKONA KANDONGENI

Izakuba bubuso obutsha kwikona kaXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni xa esilwa nembethi-manqindi yaseMelika, uRaymond ‘Danger’ Muratalla, eDesert Diamond Arena eGlendale, e-Arizona, ngoLwesihlanu (ngentseni yangoMgqibelo, ngokwexesha loMzantsi Afrika). Umqeqeshi kaNdongeni, uMzamo ‘Chief’ Njekanye,…

NO NJEKANYE FOR NDONGENI FIGHT

By Monwabisi Jimlongo New faces are going to man Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni’s corner when he clashes against unbeaten American boxer Raymond ‘Danger’ Muratalla at the Desert Diamond Arena in Glendale,…

USIBANDA UTYIKITYE NEGOLDEN GLOVES

Monwabisi Jimlongo Imbethi-manqindi engekabethwa neyinzalelwane yaseZimbabwe, uBeaven Sibanda, utyikitye isivumelwano sokuthelekiswa ngabathelekisi bakwaGolden Gloves ngoMvulo. Ukutyikitywa kwesisivumelwano kuqinisekiswe nguSibanda kunye nomlawuli oyintloko kwiGolden Gloves, uRodney Berman. “Ewe, ndingaqinisekisa ukuba ndisityikityile…

UVABAZA-BOOI ULAHLILE NJENGOMGWEBI

Monwabisi Jimlongo Lufikelele esiphelweni uhambo olwaqala kwiminyaka emininzi eyadlulayo njengokuba omnye wabagwebi nosompempe abanamava ehlabathini, uSiya Vabaza-Booi, elahlile ukuze ajongane nezinye izikhundla zakhe emanqindini. Kungoku nje, uVabaza-Booi uzakugxila kumsebenzi wakhe…

UMQEQESHI KAZUMA UNYEKE IMPUMELELO 

Monwabisi Jimlongo Umqeqeshi wamanqindi, uMtuseni Dube, waseDundee kwiphondo laKwaZulu-Natal ujonge ukukhokelela uMxolisi Zuma kwenye impumelelo njengokuba ezakuvana amandla noRamadhani Milonzi waseTanzania ngoMgqibelo. UZuma, ophumelele ngokungqengqisa amadoda kuyo yomithandathu imilo yakhe,…

UBROOS UZAKUFAKA IQELA ELILUQILIMA

Emva kokubambana ngenqaku elinye macala ne-Andorra kwiintsuku ezimbalwa ezigqithileyo, kuzakubakho iinguqu eziliqela xa iBafana Bafana idlala ne-Algeria kumdlalo wobuhlobo eNelson Mandela Stadium, e-Algiers, ngoLwesibini ebusuku. Oku kudizwe ngumqeqeshi weBafana, uHugo…

css.php