Month: April 2024

MAHLANGU, LETSHIKGWANE FIGHT OFF 

Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu’s fight against Botswana national Tefo Letshikgwane, which was scheduled for Fairground Holdings in Gaborone this coming Saturday, has been called off. Mahlangu’s trainer Sandile Mahlangu told Ink…

ISTELLIES SENZELE AMAKHOSI IINGXAKI 

IStellenbosch FC yongeze kwiingxaki zeKaizer Chiefs iwabetha Amakhosi ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eFNB Stadium, eNasrec, ngokuhlwa kwangoLwesibini. UDevin Titus ufake elinqaku libaluleke kangaka kwiqela laseCape Winelands xa kanye…

UBONGCO UKUDIDI LWABAHLAWULWAYO

Owayeyinto ngobunto bayo kudidi lwabangahlawulwayo uSimnikiwe Bongco uthabathe elinye igxathu emanqindini njengokuba ezakulwa kudidi lwabahlawulwayo kulonyaka. Oku kuqinisekiswe nguBongco nomqeqeshi wakhe uMzamo ‘Chief’ Njekanye emva kwemini ngoLwesibini. UBongco, oneminyaka engamashumi…

UTENGIMFENE ULUGCWABEVU NGUMSINDO

UMlandeli Tengimfene ulugcwabevu ngumsindo esithi uye wadelelwa yiXaba Promotions icela ukwenza umlo phakathi kwembethi-manqindi yakhe uSiyakholwa Kuse noSiphamandla Baleni ekuzeni kuphela kwalenyanga. UTengimfene uveze ukuba iXaba Promotions ithumele umthelekisi wayo…

UBONOKOANE ULWA NOMMI WASETANZANIA 

UThato ‘Captain Charisma’ Bonokoane waseKagiso, eKrugersdorp, kwiNtshona Randi, uzakuntingela eTanzania kulenyanga ezayo, apho azakulwa khona nembethi-manqindi yelalizwe uFadhili Majiha. UBonokoane, owayesakuba yinjinga yeWorld Boxing Federation (WBF) kudidi lwejunior-featherweight, noMajiha bazakulwela…

css.php