Author: SportAdmin

UCUPIDO NGUMDLALI WESUNDOWNS

Iqela eliphala phambili iMamelodi Sundowns ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba ityikitye umdlali wasemva uKeanu Cupido esuka kwiCape Town City. UCupido, owayengukapteni weqela loMzantsi Afrika labaneminyaka engaphantsi kweshumi elinesixhenxe, uvume ukushiya…

CUPIDO IS A BRAZILIAN

Log-leaders Mamelodi Sundowns announced the signing of Keanu Cupido from Cape Town City on Wednesday afternoon. The former South African national Under-17 captain agreed to move from Cape Town to…

UQHUBELA PHAMBILI UMLO KAHADEBE NOSANCHEZ

Emva kokuchithwa komlo wabo ngoMeyi nyakenye, ngelingeni uSimangele ‘Smash’ Hadebe nembethi-manqibdi yaseMexico uGabriela Sanchez ‘La Bonita’ Saavedra bazakuvana amandla kwisithuba esiphantse silingane neenyanga ezimbini. Lomlo awuzange wenzeke ngenxa yobumpatha bomthelekisi…

HADEBE, SANCHEZ FIGHT ON

After their fight was cancelled in May last year, Simangele ‘Smash’ Hadebe and Mexican boxer Gabriela Sanchez ‘La Bonita’ Saavedra will finally test each other’s fistic skills in almost two…

IBAFANA ITSALWE NEYIPHUTHA

IBafana Bafana itsalwe kunye nooFaro baseYiphutha ngethuba bekuthelekiswa amaqela azakudlala kwiNdebe yamazwe ngamazwe ase-Afrika eRabat kwelaseMorocco ngokuhlwa kwaNgomvulo. Mathathu amaqela, kuquka neBafana, asuka kwingingqi yeCOSAFA atsalwe kuGroup B. I-Angola neZimbabwe…

CELE IS A KHOSI

Kaizer Chiefs have finally secured the signature of their target Thabo Cele, who was announced as a new member of the Phefeni Glamour Boys on Monday afternoon. The 28-year-old Cele…

css.php