Author: SportAdmin

AMAKHOSI APHUMELELE 

IKaizer Chiefs, egqibe umdlalo sele idlala ngamadoda alishumi, ibethe iRichards Bay FC ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo weBetway Premiership ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Amakhosi ebephala phambili ekupheleni kwesiqingatha sokuqala…

UPHELA UNYAKA KUKUBI KUCHAUKE

Emva kokuqala unyaka kakuhle kakhulu ephumelela intshinga yehlabathi, uJackson ‘M3’ Chauke, oyimbethi-manqindi ezinze eTembisa, ugqiba unyaka ngenyathelo elibi ngenxa yokunqatyelwa yimilo. UChauke wayecinga ukuba ukuphumelela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO)…

css.php