‘THETHANI BATHELEKISI’ – LEJAKA
UBoxing South Africa (BSA) umemelela ukuba mabangathi cwaka abathelekisi abangaxolanga zizinto ezenziwa okanye engazenziyo iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). Endaweni yoko, kufuneka abathelekisi banxibelelane noBSA bavakalise izikhalazo nokungaxoli kwabo…