Author: SportAdmin

MAGESI SEE STARS 

Carling All Stars walloped struggling Carling Knockout champions Magesi FC 3-0 at the Orlando Stadium in Soweto on Saturday afternoon. All Stars led 3-0 at the break following a brace…

UBOOI UZALISEKISA ISITHEMBISO SAKHE KUBOYIYA  

Sekumbovu sizaliseke isithembiso esenziwa ngumphathi weKay B Promotions uMzi Booi, sokukhokelela imbethi-manqindi yaseMonti nentshatsheli yaseMpuma Koloni kudidi lwejunior-welterweight u-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya kwintshinga yesithathu yoMzantsi Afrika. UBoyiya uzakulinga ukuba yinjinga yoMzantsi…

IPAKISTAN ILUPHUMELELE UTHOTHO LWEMIDLALO

IPakistan iluphumelele uthotho lwemidlalo yosuku olunye emva kokubetha iiProteas ngemitsi engamashumi asibhozo ananye eNewlands, eKapa, ngokuhlwa kwangoLwesine. Lomdlalo ulandela emva kokuba iPakistan ibibethe iiProteas ngoothinti abathathu eBoland Park, ePere, ngokuhlwa…

IPHUMELELE KWAKHONA ISUNDOWNS 

Iphinde yaphumelela kwakhona iMamelodi Sundowns emva kokubetha iStellenbosch FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eCape Town Stadium ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Inqaku lalomdlalo lifakwe yifolosi yezangxa zaseTshwane u-Iqraam Rayners, owayesakudlalela iStellies,…

ZUNGU JOINS USUTHU 

Former Mamelodi Sundowns midfielder Bongani Zungu has finally found a new home after he joined AmaZulu on Tuesday evening. The 32-year-old Zungu had been clubless since leaving the Brazilians about…

css.php