Author: SportAdmin

UZUMA UCEBA UKUCELA UMNGENI KUHEM 

Imbethi-manqindi engudubul’egeqa uMxolisi ‘Nation’ Zuma waseMpangeni, KwaZulu-Natal, uneenjongo zokucela umngeni kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uSiyabulela ‘Showtime’ Hem ebutsheni bonyaka ozayo. UHem, oneminyaka engamashumi amabini ananye, unqumamise igqala uBongani ‘Wonderboy’…

ZUMA PLANS TO CHALLENGE HEM 

Knockout specialist Mxolisi ‘Nation’ Zuma from Empangeni, KwaZulu-Natal, is aiming to challenge reigning South African junior-featherweight champion Siyabulela ‘Showtime’ Hem in the new year. The 21-year-old Hem is fresh from…

UQALE KAKUHLE UCARDOSO

Uwuqale ngendlela encomekayo umsebenzi wakhe umqeqeshi omtsha weMamelodi Sundowns uMiguel Cardoso njengokuba iiBrazilians zibethe iRaja Club Athletic ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weCAF Champions League eLoftus Versfeld ePitoli emva kwemini ngeCawa.…

UHEM UNQUMAMISE UMAHLANGU 

Kumaxa amaninzi, uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu, oneminyaka engamashumi amane anesihlanu, udla ngokungabonakalisi ukuba noko sele ihambile iminyaka yakhe, kodwa ubudala bakhe bubonakele ngethuba enqunyanyiswa nguSiyabulela ‘Showtime’ Hem kumjikelo wesithathu e-Orient Theatre,…

HEM STOPS MAHLANGU

Normally, 45-year-old Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu wouldn’t show that he’s on the wrong side in as far as age is concerned, however, that showed when he was stopped in the third…

css.php