IBAFANA ITYWATYUSHE ICONGO
IBafana Bafana itywatyushe iCongo ngamanqaku amahlanu eqandeni kumdlalo wokuzibekela indawo kwitumente yamazwe ngamazwe ase-Afrika ngo-2025 mdlalo lowo obubanjelwe eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngokuhlwa ngoLwesihlanu. IBafana ibiphala phambili ngamanqaku amathathu…