Author: SportAdmin

UDLAMINI NOKAMEDA BAZAKULWA NGO-AGASTI

Ekugqibeleni uMgqibelo umhla wamashumi amabini anasine ku-Agasti lusuku apho impinda yomlo phakathi kommi woMzantsi Afrika uLerato ‘Lights Out’ Dlamini kunye nentshatsheli yehlabathi yamhlamnene uTomoki ‘El Mexicanito’ Kameda waseJapan. UDlamini noKameda…

UNGCWATYWA KULEVEKI EZAYO UTSHABALALA 

Ongasekhoyo nobengomnye wabalawuli be-Orlando Pirates uStanley ‘Screamer’ Tshabalala, obhubhe emva kwemini ngoLwesine eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu, uzakubekwa kwikhaya lakhe lokulinda kuleveki ezayo. UTshabalala, owayengumqeqeshi weBafana Bafana, ubhubhe ngenxa yomonzakalo emva…

INPBPA IKHWEBA INTLANGANISO YAMALUNGU AYO 

INational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebele onke amalungu ayo kwintlanganiso ezakuqala ngentsimbi yesithandathu ngokuhlwa ngoMvulo kuleveki ezayo. Lentlanganiso ezakubanjwa kuGoogle Meet izakuxoxa phakathi kwezinto indlela ekuvunywa nekukhatywa ngayo imilo,…

css.php