MAHLANGU’S SON FIGHTS FOR GAUTENG TITLE
After putting up an impressive performance when he defeated Awonke Tini by a third round knockout last month, Bheki Maitse returns to the ring in a Gauteng junior-featherweight title fight…
Your News, Our News
After putting up an impressive performance when he defeated Awonke Tini by a third round knockout last month, Bheki Maitse returns to the ring in a Gauteng junior-featherweight title fight…
Umqeqeshi weSekhukhune United, uLehlohonolo Seema, uphumelele imbasa yokuba ngumqeqeshi wenyanga uFebruwari noMatshi emva kokukhokelela iBabina Noko kwimpumelelo yemidlalo emihlanu. IBabina Noko ibethe iRichards Bay FC, iLamontville Golden Arrows, iRoyal AM,…
Sekhukhune United coach Lehlohonolo Seema won the February/March DStv Premiership Coach of the Month award after leading the team to five wins. Seema led Babina Noko to wins over Richards…
Kwilinge lokuqinisekisa ukuba kuhlala kukho imali, iChippa United izakuthi gqolo ithengisa abadlali bayo ukuze eliqela lizokukwazi ukuhlala likhona, kwaye lisebenza. Oku kudizwe ngusihlalo weeChilli Boys, uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi, ngethuba ephendula…
In a bid to make sure that they always have money in their bank account, Chippa United will continue selling players in order for them to invest more funds into…
Kungekudala bekubonakala ngathi injinga ye-African Boxing Union (ABU), uSiyakholwa Kuse, akakazokulwa nembethi-manqindi engekabethwa yaseZimbabwe uBeaven Sibanda. Kodwa ngoku, zibonakala ziguqukile izinto njengokuba umthombo othembekileyo uxelele i-Ink Sport ukuba lomlo, ekukudala…
Not so long ago, it looked like African Boxing Union (ABU) minimumweight champion Siyakholwa Kuse won’t fight against unbeaten Zimbabwean boxer Beaven Sibanda any time soon. However, things seem to…
AmaZulu aphumelele ngenqaku elinye eqandeni ebetha iCape Town City egqibe umdlalo inabadlali abalishumi kumdlalo weDStv Premiership eCape Town Stadium ibithe bhe ngeCawa emva kwemini. Ilalela uJunior Sede Dion ufake inqaku…
AmaZulu overcame a 10-man Cape Town City in a DStv Premiership match at a deserted Cape Town Stadium on Sunday afternoon. Second half substitute Junior Sede Dion scored the only…
UStanley Nwabali angakhululwa nanini na yiChippa United ukuba kungabakho iqela elimfunayo apha ekhaya okanye phesheya kolwandle, nelinokumnika nantoni ayifunayo. Esi sisiqinisekiso esivela kusihlalo weeChilli Boys, uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi, njengokuba lonozinti…