BSA BOARD CANDIDATES NAMED
At least 14 candidates are running for a position in the seven-member board of Boxing South Africa (BSA) ,which is going to be announced by Minister of Sport Zizi Kodwa…
Your News, Our News
At least 14 candidates are running for a position in the seven-member board of Boxing South Africa (BSA) ,which is going to be announced by Minister of Sport Zizi Kodwa…
Intshatsheli yoMzantsi Afrika u-Asemahle ‘Predator’ Wellem uvana amandla nommi waseRussia uDenis Savitsky kumlo wemijikelo elishumi njengokuba zombini ezimbethi-manqindi ezingekabethwa zidibana eChelyabinsk kwelaseRussia ngoMgqibelo. UWellem, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ushiye…
In a battle between two undefeated boxers, South African champion Asemahle ‘Predator’ Wellem exchanges blows with Russian Denis Savitsky in a 10 rounds bout in Chelyabinsk, Russia, on Saturday. Wellem,…
Imbethi-manqindi yasePhilippines uChristian ‘The Bomb’ Araneta uqinisekisile kwi-International Boxing Federation (IBF) ukuba wonzakele, kwaye uzakuhlala isiqingatha sonyaka engalwi. Ingalo yasekhohlo yelinxele lasePhilippines yonzakele, monzakalo lowo obukade ufihlwa de kwabonakala imifanekiso…
Filipino boxer Christian ‘The Bomb’ Araneta has confirmed to the International Boxing Federation (IBF) that he’s injured and will be out for six months. The Filipino southpaw’s left arm is…
South African footballers and coaches dominated at the inagural COSAFA awards as they walked away with seven of the gongs on offer during a ceremony held in Johannesburg on Thursday…
Isivumelwano esitsha phakathi kweBuffalo City Metro neChippa United sizakukhokelela ekubeni iiChilli Boys zifumane imali engaphaya kwezigidi ezingamashumi amathathu ngokuzisa imidlalo yebhola ekhatywayo ekudidi lwabahlawulwayo eMonti. Ngokwesisivumelwano seminyaka emithathu, iiChilli Boys…
A new deal between the Buffalo City Metro and Chippa United will see the Premiership side receiving more than R30 million for bringing topflight football to East London. The agreed…
Owayeyinjinga yoMzantsi Afrika uSabelo ‘Zwai’ Ngebiyana ufake isicelo sokulwa ngamaphepha kaBoxing South Africa (BSA) emva kokunikela umva lombutho olawula amanqindi nelizwe lakhe kunyaka-mali ka-2023/24. Engonwabanga ngenxa yezinto ezasisenzeka kwaBSA ngoko,…
Former national champion Sabelo ‘Zwai’ Ngebiyana has applied for a Boxing South Africa (BSA) licence after he turned his back on the regulatory body and the country during the 2023/24…