USITYATA UNQWENELELA UCAFU AMATHAMSANQA
Kungenzeka ukuba wayengayazi ukuba uPhumelela ‘The Truth’ Cafu ebedele efudukele eRhawutini, kodwa lonto ayikhange ithintele umqeqeshi wamanqindi uMiniyakhe Sityata ukuba anqwenelele lembethi-manqindi yaseDuncan Village amathamsanqa emva kokuzibandakanya noColin ‘Nomakanjani’ Nathan…