Author: SportAdmin

AQALE KAKUHLE AMATUKS 

I-University of Pretoria iqale kakuhle kwiiPSL Promotion/Relegation play-offs njengokuba ibethe iBaroka FC ngenqaku elinye eqandeni eTuks Stadium emva kwemini ngeCawa. UKamohelo Pheeane ufake inqaku leeTuks kanye kwimizuzu emibini ngaphambi kokuphela…

AMATUKS DEFEAT BAKGAGA 

The University of Pretoria had a good start in the PSL Promotion/Relegation play-offs as they defeated Baroka FC 1-0 at the Tuks Stadium on Sunday afternoon. Kamohelo Pheeane scored the…

ZIBAMBENE IBANYANA NESENEGAL

IBanyana Banyana ibambene ngenqaku elinye macala omabini neSenegal kumdllalo wobuhlobo wamazwe ngamazwe eStade Lat Dior, eThies, kwelaseSenegal ngoMgqibelo. Emva kokuba isiqingatha sokuqala siphele iliqanda macala omabini, iqela likaDesiree Ellis lihambe…

IPIRATES IYIKHUSELE NGEMPUMELELO INDEBE

Inqaku elifakwe nguRelebohile Mofokeng kwixesha likasompempe liye labaluleka kakhulu ngethuba i-Orlando Pirates ikhusela iNedbank Cup ngokubetha iMamelodi Sundowns ngamanqaku amabini kwelinye eMbombela Stadium, eNaspoti, ngoMgqibelo. Isiqingatha sokuqala siphele iliqanda macala…

UNATHAN NOCAFU BAZAKUXOXA NGENTSHINGA YELI 

Kubonakala ngathi ngahle ayithi xibilili intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight uPhumelela ‘The Truth’ Cafu njengokuba ezakujongana nokulwa kwinqanaba lamazwe ngamazwe kukhula namathuba okulwela intshinga yehlabathi. UCafu, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu,…

css.php