Author: SportAdmin

UVABAZA-BOOI ULAHLILE NJENGOMGWEBI

Monwabisi Jimlongo Lufikelele esiphelweni uhambo olwaqala kwiminyaka emininzi eyadlulayo njengokuba omnye wabagwebi nosompempe abanamava ehlabathini, uSiya Vabaza-Booi, elahlile ukuze ajongane nezinye izikhundla zakhe emanqindini. Kungoku nje, uVabaza-Booi uzakugxila kumsebenzi wakhe…

UMQEQESHI KAZUMA UNYEKE IMPUMELELO 

Monwabisi Jimlongo Umqeqeshi wamanqindi, uMtuseni Dube, waseDundee kwiphondo laKwaZulu-Natal ujonge ukukhokelela uMxolisi Zuma kwenye impumelelo njengokuba ezakuvana amandla noRamadhani Milonzi waseTanzania ngoMgqibelo. UZuma, ophumelele ngokungqengqisa amadoda kuyo yomithandathu imilo yakhe,…

UBROOS UZAKUFAKA IQELA ELILUQILIMA

Emva kokubambana ngenqaku elinye macala ne-Andorra kwiintsuku ezimbalwa ezigqithileyo, kuzakubakho iinguqu eziliqela xa iBafana Bafana idlala ne-Algeria kumdlalo wobuhlobo eNelson Mandela Stadium, e-Algiers, ngoLwesibini ebusuku. Oku kudizwe ngumqeqeshi weBafana, uHugo…

UKURHOXA KUKAKODWA KUCACISIWE  

ULitha Mpondwana, oligosa lonxibelelwano nabeendaba kwi-ofisi yoMphathiswa weZemidlalo, Ubugcisa neNkcubeko uZizi Kodwa, usicacisile isigqibo sikaKodwa sokurhoxisa injongo yakhe yokuphikisa umcelimngeni owafakwa yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) enkundleni. INPBPA yathawuzisa…

UMCHUNU UKHOLELWA UKUBA UWUPHUMELELE UMLO

UThabiso ‘The Rock’ Mchunu ukholelwa ukuba wenze ngokwaneleyo ukuwuphumelela umlo wakhe nommi wase-Argentina, uYamil Alberto Peralta Jara, e-Olive Convention Centre, eThekwini, ngentseni yangoMgqibelo. Noxa kunjalo, iziphumo zabagwebi ababini – u-Eddie…

css.php