USIZANI URHOXILE EMLWENI NGENXA YOKONZAKALA
Umonzakalo wasengalweni unyanzelise uLuvuyo Sizani waseLinge kuKomani ukuba arhoxe kumlo wakhe noVuyani Kosana, obuzakubanjelwa e-Orient Theatre, eMonti, kulenyanga ezayo. USizani, oyintshatsheli ye-African Boxing Union (ABU), ebezakulwa noKosana waseFreystata kumlo wentshinga…