Category: Boxing

USITYATA UNQWENELELA UCAFU AMATHAMSANQA  

Kungenzeka ukuba wayengayazi ukuba uPhumelela ‘The Truth’ Cafu ebedele efudukele eRhawutini, kodwa lonto ayikhange ithintele umqeqeshi wamanqindi uMiniyakhe Sityata ukuba anqwenelele lembethi-manqindi yaseDuncan Village amathamsanqa emva kokuzibandakanya noColin ‘Nomakanjani’ Nathan…

UNATHAN NOCAFU BAZAKUXOXA NGENTSHINGA YELI 

Kubonakala ngathi ngahle ayithi xibilili intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight uPhumelela ‘The Truth’ Cafu njengokuba ezakujongana nokulwa kwinqanaba lamazwe ngamazwe kukhula namathuba okulwela intshinga yehlabathi. UCafu, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu,…

UCAFU UNGAPHANTSI KWESANDLA SIKANATHAN 

UColin ‘Nomakanjani’ Nathan wongeze intshatsheli yoMzantsi Afrika ne-IBF International kudidi lwejunior-bantamweight uPhumelela “The Truth” Cafu kuluhlu lweembethi-manqindi eziphantsi kwesandla sakhe. UCafu, obekwa kwindawo ephezulu emanqindini, ebenesivumelwano sokuthelekiswa yiZbashy Promotions kaSibongile…

css.php