Category: Boxing

UCAFU NONATHAN BANOMDLA KUMLO KA-IOKA NIMARTINEZ 

Umlo wangeCawa phakathi kwembethi-manqindi yaseJapan uKazuto Ioka noFernando ‘Pumita’ Martinez wase-Argentina udale umdla kumanqindi oMzantsi Afrika. Injinga yoMzantsi Afrika ne-IBF International kudidi lwejunior-bantamweight uPhumelela “The Truth” Cafu kunye nomlawuli okwangumqeqeshi…

USONJICA UBUYELA EQONGENI 

Umthelekisi waseTanzania uSadah Kasonso weKemmon Sports Agency uphumelele kwilinge lakhe lokucenga uThabo Sonjica waseDuncan Village, eMonti, ukuba abuyele eqongeni emva kwiminyaka eliqela wagqibela ukulwa. USonjica, owagqibela ukulwa ngo-2015, uzakulwa nembethi-manqindi…

AWUKHO UMLO KABATYI NOPHALISO, OKWA NGOKU

Usecicini lokungabikho umlo wentshinga yosiba eMzantsi Afrika nekusele kukudala ulindelwe phakathi kwentshatsheli uZolisa Batyi nomcelimngeni uYamkela Phaliso. Oku kulandela emva kokuba uBatyi nabalawuli bakhe besilele ukufika kwisivumelwano nomnikazi weKay B…

css.php