TUNZI CLASHES WITH BOYIYA
After coming from behind to defeat then provincial champion Luvuyo Mputi in an action-packed bout in March, Chumani ‘AK 47’ Tunzi is now set to clash against former South African…
Your News, Our News
After coming from behind to defeat then provincial champion Luvuyo Mputi in an action-packed bout in March, Chumani ‘AK 47’ Tunzi is now set to clash against former South African…
Kwakufanele ukuba balwile ngoMatshi, kodwa ukwenzakala kukaYamkela Phaliso kwabangela ukuba abaququzeleli bomlo baxoze mphini wumbi ukuze uZolisa Batyi azokufumana umlo. Lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba yaphela isilwa noLucky Hobyane eyamnqumamisa…
They were due to have met in March, but an injury to Yamkela Phaliso forced the organisers of his fight to look for another opponent to face off against Zolisa…
USnamiso Ntuli ufuna intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ntshinga leyo ephethwe ngu-Asemahle Wellem, obethwe eRussia ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ukubonakalisa ukuba uyawufuna umlo noWellem, uNtuli, oyinjinga yesuper-middleweight KwaZulu-Natal, uzicacisile iinjongo zakhe ngokuthumela…
Snamiso Ntuli is chasing after vanquished Asemahle Wellem’s South African super-middleweight title and the KwaZulu-Natal champion has made his intentions clear by sending a challenge form to Boxing South Africa…
U-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi, obengomnye weembethi-manqindi eziphambili kudidi lwabangahlawulwayo, uzakulwa okokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokukhulula ivesti yakhe. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…
Amzolele ‘Globe’ Dyeyi, a former amateur star, is scheduled to make his professional debut just a month after he ditched his vest to make a switch to the paid ranks.…
Ubuncinane balishumi elinesine abagqatswa abajonge izikhundla ezisixhenxe kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA) ezakubhengezwa nguMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ngoLwesibini kuleveki ezayo. Amagama ababagqatswa abalishumi elinesine abhengezwe kusasa ngoLwesihlanu emva kwentlanganiso yezintlu…
At least 14 candidates are running for a position in the seven-member board of Boxing South Africa (BSA) ,which is going to be announced by Minister of Sport Zizi Kodwa…
Intshatsheli yoMzantsi Afrika u-Asemahle ‘Predator’ Wellem uvana amandla nommi waseRussia uDenis Savitsky kumlo wemijikelo elishumi njengokuba zombini ezimbethi-manqindi ezingekabethwa zidibana eChelyabinsk kwelaseRussia ngoMgqibelo. UWellem, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ushiye…