UNBEATEN FOES MEET AS WELLEM, SAVITSKY CLASH
In a battle between two undefeated boxers, South African champion Asemahle ‘Predator’ Wellem exchanges blows with Russian Denis Savitsky in a 10 rounds bout in Chelyabinsk, Russia, on Saturday. Wellem,…
Your News, Our News
In a battle between two undefeated boxers, South African champion Asemahle ‘Predator’ Wellem exchanges blows with Russian Denis Savitsky in a 10 rounds bout in Chelyabinsk, Russia, on Saturday. Wellem,…
Imbethi-manqindi yasePhilippines uChristian ‘The Bomb’ Araneta uqinisekisile kwi-International Boxing Federation (IBF) ukuba wonzakele, kwaye uzakuhlala isiqingatha sonyaka engalwi. Ingalo yasekhohlo yelinxele lasePhilippines yonzakele, monzakalo lowo obukade ufihlwa de kwabonakala imifanekiso…
Filipino boxer Christian ‘The Bomb’ Araneta has confirmed to the International Boxing Federation (IBF) that he’s injured and will be out for six months. The Filipino southpaw’s left arm is…
Owayeyinjinga yoMzantsi Afrika uSabelo ‘Zwai’ Ngebiyana ufake isicelo sokulwa ngamaphepha kaBoxing South Africa (BSA) emva kokunikela umva lombutho olawula amanqindi nelizwe lakhe kunyaka-mali ka-2023/24. Engonwabanga ngenxa yezinto ezasisenzeka kwaBSA ngoko,…
Former national champion Sabelo ‘Zwai’ Ngebiyana has applied for a Boxing South Africa (BSA) licence after he turned his back on the regulatory body and the country during the 2023/24…
Isondela ngasekuvalweni inkqubo yokutyumba ibhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA) njengokuba UMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko uZizi Kodwa nesekela lakhe uNocawe Mafu bekhwebe intlanganiso nezintlu zonke ezichaphazelekayo emanqindini. UKodwa wabhengeza ibhodi…
A process to appoint a new Boxing South Africa (BSA) board is drawing to a close as Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa together with his deputy Nocawe…
UBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu akayekanga ukuziqeqesha nangona nje kubonakala ngathi soze ubekhona umlo wakhe noMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza. Kwakuthiwe elikhwahla lakwaMahlangu lizakukhusela intshinga yalo yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight kuMagwaza ekuthambekeni kwalenyanga.…
Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu has not stopped training even though it looks like his proposed fight against Mzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza is not happening anymore. The age-defying Mahlangu was said to…
Eziva enosizi emva kokufunda iindaba ezithi uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha ufikelele kwisigqibo sokuwayeka amanqindi, umthelekisi waseKapa uJackie Brice weJackie Brice Boxing Promotions wolulele isandla sakhe kulenzalelwane yaseMdantsane eyinika umlo. UTyirha…