Category: Boxing

UBATYI AKANANGXAKI NOKUHAMBA KUKAJACK 

Kubonakala ingeyongxaki kuZolisa Batyi, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, ukumka komqeqeshi wakhe uKhangelani Jack esiya eGauteng. Oku kuthethwe yilenzalelwane yaseNxarhuni njengokuba uJack enikele iMonti umva wazibandakanya neMcAusland Boxing Gym eGauteng…

BASECICINI LOKUVUMELANA UNONTSHINGA NOTERAJI 

Njengokuba uJonathan ‘Bomba’ Gonzalez wasePuerto Rico esalibele kukudlala undize nje engasityikityi isivumelwano sokulwa noSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, ngoku kubonakala ngathi lembethi-manqindi yaseMpuma Koloni izakulwa kwelaseJapan kwiinyanga ezine ezizayo. U-Ahikino Honda…

css.php