‘MUSANI UKUNDIDELELA’- FUZILE
U-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile ukholelwa ukuba ayilunganga into yokokuba abantu bakholelwe ekubeni yena uya eKazakhstan okukwemvana eyokuxhelwa njengokuba ezakulwa nembethi-manqindi engekabethwa uSultan Zaurbek waseKazakhstan kulenyanga ezayo. Emva kokubona irekhodi elihle…
‘DON’T UNDERESTIMATE ME’ – FUZILE
Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile reckons that it’s unfair for anyone to believe that he’s going to Kazakhstan like a lamb to the slaughter as he faces an unbeaten Kazakh boxer…
MILESTONE FOR SHALULILE
Mamelodi Sundowns registered their 19th win in 22 matches after they beat AmaZulu 2-0 in a Betway Premiership match at the Lucas Moripe Stadium in Atteridgeville west of Pretoria on…
UNKOSI UYILAHLILE INTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA
UNtethelelo Nkosi ebengenakuliphosa ithuba elikhulu lokuba yinxalenye yeWBC Grand Prix, kwaye yiyo lonto ethabathe isigqibo sokuyilahla intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight. UNkosi uthabathe esisigqibo sokulahla intshinga yoMzantsi Afrika emva kokuba…
NKOSI VACATES SA TITLE
Ntethelelo Nkosi couldn’t afford to miss one of the biggest opportunities in his boxing career – being part of the WBC Grand Prix, and as such he has since decided…
MAMMILA’S NEW POSITION
Chippa United returnee and the team’s former coach Morgan Mammila has been announced as the Eastern Cape club’s first ever sporting director. The former Baroka chief executive officer and coach’s…
UDURANDT UYAPHIKA UKUBA UNKOSI UTYIKITYELE UKULWA NOBOYIYA
Kwilinge lokuqinisekisa ukuba intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight uNtethelelo Nkosi uwa kwiWBC Grand Prix, unqeqeshi wakhe uDamien Durandt uyaphika ukuba imbethi-manqindi yakhe yatyikitya isivumelwano sokulwa no-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya kumlo wangeCawa…
DURANDT DENIES NKOSI SIGNED FOR 27 APRIL FIGHT
In a bid to make sure that South African junior-welterweight champion Ntethelelo Nkosi fights in the WBC Grand Prix, his trainer Damien Durandt has denied that his boxer has a…
BSA CALLS OUT BOXERS WHO ARE OWED BELTS
Eastern Cape-based former national champions who are owed belts by Boxing South Africa (BSA) are urged to make submissions to BSA provincial manager Siya Vabaza-Booi before 13h00 on Tuesday, 11…
AMACEBO KAWITBOOI NGOBELL
Emva kokukhokelela uNozipho Bell kwimpumelelo kumlo no-Abongile Lubambo eNangoza Jebe Hall, eNew Brighton, eGqeberha, ngoMgqibelo, umqeqeshi wamanqindi uLonwabo Witbooi udize ukuba umsebenzi nenjongo yakhe ngoku kukubuyisela lentshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo…