UKAPINGA UZIBANDAKANYE NEBABINA NOKO 

ISekhukhune United ibhengeze ukuba ityikitye owayesakuba ngumdlali wasesiswini kwiBlack Leopards uLesedi Kapinga kusasa ngoLwesine. UKapinga uzibandakanye neBabina Noko emva kokukhululwa yi-Orlando Pirates kulenyanga ephelileyo. Uhleli isizini enye qha kwiPirates emva…

KAPINGA JOINS BABINA NOKO

Limpopo side Sekhukhune United announced the signing of former Black Leopards midfielder Lesedi Kapinga on Thursday morning. Kapinga joined Babina Noko after he was released by Orlando Pirates last month.…

UZUMA UFUNA UKUQHUBELA PHAMBILI NOKUPHUMELELA 

Ukuzimisela kunye nomnqweno wokuqhubela phambili nokuphumelela zizinto ezizakukhuthaza uMxolisi ‘Nation’ Zuma xa ekhwela eqongeni isihlando sethoba kudidi lwabahlawulwayo kuleveki ezayo. UZuma, udubul’egeqa onqumamise amadoda asibhozo, uzakuvavanywa isakhono sakhe samanqindi xa…

UCEBEKHULU KUMLO NOMALAJIKA 

Emva kokuphanza komlo wakhe noMuhammad ‘Falcon’ Waseem wasePakistan, imbethi-manqindi yaKwaZulu-Natal nengekabethwa uSabelo ‘Mkhonto’ Cebekhulu ngoku uzakulwa noCharlton Malajika. Ekuqaleni, uCebekhulu kwakufanele ukuba ulwe noWaseem, oneminyaka engamashumi amathathu anesine, kumlo wentshinga…

css.php