CEBEKHULU SECURES MALAJIKA FIGHT
Following the failure of his fight against Pakistani boxer Muhammad ‘Falcon’ Waseem, unbeaten KwaZulu-Natal boxer Sabelo ‘Mkhonto’ Cebekhulu has now secured a date with Charlton Malajika. Initially, Cebekhulu was scheduled…
AMAZULU AMGXOTHILE UMQEQESHI
Ukubethwa kathathu kwimidlalo elandelelanayo kuphume nodlolwazana njengokuba AmaZulu emgxothile umqeqeshi wawo uPablo Franco Martin waseSpain ngokuhlwa kwangoMvulo. Usuthu luyiqale kakubi kakhulu lesizini, lubethwa yiMarumo Gallants, iKaizer Chiefs kunye nePolokwane City.…
USUTHU SACK THEIR COACH
Three straight losses have resulted in AmaZulu sacking their head coach Pablo Franco Martin from Spain on Monday evening. Usuthu have had a disastrous start to the new season losing…
TYIRHA ON THE MOVE
The nomadic life of former South African champion Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha has continued as he’s on the move yet again after he bolted out of Mla Tengimfene’s All Winners…
UTYIRHA UPHINDE WASENDLELENI
Usendleleni kwakhona owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha njengokuba emkile e-All Winners Boxing Gym kaMlandeli Tengimfene eMdantsane. Lentshatsheli yamhlamnene kweloMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight isandula ukubuyisa izitya, ebetha uGeorge…
MGABI’S LOFTY AMBITIONS
After chalking up yet another win last Friday, unbeaten boxer Lwando Mgabi has made it clear that winning the South African junior-bantamweight title is just the beginning of good things…
IMINQWENO KAMGABI
Emva kokuphumelela omnye umlo ngoLwesihlanu, imbethi-manqindi engekabethwa uLwando Mgabi ulibeke latsola elokokuba ukuphumelela kwakhe intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight sisiqalo sezinto ezintle ezizayo. UMgabi, oyiphumelele yosixhenxe imilo yakhe apho anqumamise…
AYIKHO EGOBE UPHONDO EPOLOKWANE
Amanqaku afakwe kwisiqingatha sokuqala akhokelele ekubeni iPolokwane City ibambane ngenqaku macala neStellenbosch FC kumdlalo weBetway Premiership e-Old Peter Mokaba Stadium ngokuhlwa kwangeCawa. Iindwendwe ebezisuka kwiCape Winelands zifake kuqala ngequza likaLehlohonolo…
STALEMATE IN POLOKWANE
Goals scored in the first half resulted in Polokwane City and Stellenbosch FC playing to a 1-1 draw in a Betway Premiership tie at the Old Peter Mokaba Stadium on…
ENYE IMPUMELELO YEECHILLI BOYS
IChippa United iphumelele umdlalo wayo wesibini ngethuba ibetha i-TS Galaxy ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo weBetway Premiership eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, emva kwemini ngeCawa. Eliqela laseMpuma Koloni liphale phambili ngenqaku…