UNOBANGELA WOKWEHLA KOMGANGATHO KAMPUTI
Sele kuvakele ukuba uLuvuyo Mputi ulwe esiva ubuhlungu kwisandla sasekunene ukususela kumjikelo wesine kwade kwaba kukunqunyanyiswa kwakhe kumjikelo wesithandathu nguChumani Tunzi e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa. Lomlo wentshinga yaseMpuma Koloni kudidi…
WHY MPUTI SLOWED DOWN
It has emerged that Luvuyo Mputi fought through the pain from the fourth round until he was stopped by Chumani Tunzi two rounds later at the Orient Theatre in East…
UTHOMPSON KWITHUBA LOKUGQIBELA
Kumlo apho kuzakungquzulana iimbethi-manqindi ezimbini nezisakuphatha intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwanzima, uChris Thompson uzakulinga ukulungisa izinto xa ejamelene noJuan Roux e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ngoLwesihlanu. Izinto azizange zimhambele kakuhle uThompson…
DO OR DIE FOR THOMPSON
In a fight, which pits two former South African heavyweight champions, Chris Thompson needs to make sure that he win if he wants to stay longer in the fistic sport…
AYIMONWABISI UJACK INDLELA ALWE NGAYO UBATYI, KODWA…
Ayimonwabisi uKhangelani Jack indlela elwe ngayo imbethi-manqindi yakhe uZolisa Batyi ngethuba lomlo wentshinga yoMzantsi Afrika kunye noLucky Hobyane e-Orient Theatre, eMonti, ngokuhlwa kwangeCawa. Kodwa ke uJack, owaphumelela imbasa yokuba ngumqeqeshi…
JACK UNHAPPY, BUT…
Khangelani Jack is unhappy with how his boxer Zolisa Batyi acquitted himself during his South African featherweight title defence against Lucky Hobyane at the Orient Theatre in East London on…
UBATYI UNQUMAMISE UHOBYANE
Ngokuqinisekileyo ibingenguwo umlo apho umntu ebenokuncoma kakhulu, kodwa injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi uwenzile umsebenzi njengokuba enqumamise uLucky Hobyane kumjikelo wesibhozo. Emva kokubukela imilo ebinikisa umdla ngaphambi komlo…
BATYI STOPS HOBYANE
It was definitely not a fight where one would say wow, however, South African featherweight champion Zolisa Batyi would be proud to have performed the job and retained his title…
IZINYONI ZIBHABHE NGAPHAYA KWESPURS
Moroka Swallows, enengxingongo yezimali, ibethe iCape Town Spurs ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium emva kwemini ngeCawa. Bekubonakala ngathi lomdlalo uzakuphela lamaqela mabini ebambene ngeqanda macala njengokuba bekungathi…
BIRDS FLY OVER SPURS
Financially-stressed Moroka Swallows earned three valuable points after they beat Cape Town Spurs 1-0 in a DStv Premiership encounter at the Athlone Stadium in Sunday afternoon. This match looked like…