UZAKUBUYELA EBALENI UMAKHAULA
Umdlali wasesiswini kwi-Orlando Pirates, uMakhehleni Makhaula, uzakubuyela ekuziqeqesheni nabalingane bakhe ngoLwesithathu. Oku kuvakaliswe yiPirates emva kokuba uMakhaula wothuse abantu abaninzi ngethuba esiwa isiduli ekuzeni kuphela kwesiqingatha sokuqala somdlalo weNedbank Cup…
UNYANGANI UZAKULWA OKOKUQALA EYIMPUKANE
Emva kokuphulukana nentshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight, ebethwa nguSiyakholwa Kuse, uBangile Nyangani uzakulwa okokuqala kudidi lwempukane ngoMeyi. UNyangani nomqeqeshi wakhe u-Alan Toweel bagqiba ekubeni onyukele ngentla kudidi lwempukane emva…
NYANGANI TO MAKE FLYWEIGHT DEBUT
After losing his South African minimumweight title to Siyakholwa Kuse, Bangile Nyangani, who has moved up two divisions, is now going to make his flyweight debut in May. Nyangani and…
AMAZULU AQUBISANA NEPIRATES
Iqela laseThekwini, AmaZulu, azakunyathelana neentshatsheli ezikhuselayo i-Orlando Pirates kumjikelo wesithathu weNedbank Cup. Lomdlalo wAmaZulu neeBuccaneers uqinisekiswe ngethuba lamaqela asibhozo ebethelekiswa eRandburg, kumantla eRhawuti, ngoMvulo ngokuhlwa. IMamelodi Sundowns izakwenza uhambo olufutshane…
USUTHU HOST BUCS IN NEDBANK CUP QUARTER-FINALS
Durban side AmaZulu are going to welcome defending Nedbank Cup champions Orlando Pirates in the quarter-finals of the competition. Usuthu’s clash against the Buccaneers was confirmed during a draw in…
KUPHIKISWA INPBPA NGABATHELEKISI NEEMBETHI-MANQINDI
Abathelekisi, iimbethi-manqindi neemanejala bacela inkundla ephakamileyo yasePitoli ukuba ingasiseli so isicelo seNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ngakwityala noMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa. INPBPA yaphumelela kwisicelo sayo, yaze yamisa ukuqalisa ukusebenza…
OTHER PROMOTERS, BOXERS AND MANAGERS TAKE FIGHT TO NPBPA
A number of promoters, boxers and managers have signed a petition asking the Pretoria High Court not to grant the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) any relief in the…
USIBANDA UNQWENELA UMLO NOKUSE
Ukuba ebenokunikwa ilungelo lokuzikhethela, uBeaven Sibanda, oyimbethi-manqindi engekabethwa neyazalelwa eZimbabwe, ebezakukhetha ukulwa noSiyakholwa Kuse waseMdantsane. Nangona nje uSibanda esithi yonke into isezandleni zabaphathi bakhe, akakhange ayifihle eyokokuba yena unqwenela ukuqubisana…
SIBANDA WISHES TO FACE KUSE
Given a choice, unbeaten Zimbabwean-born boxer Beaven Sibanda would pick his next opponent and that would be Siyakholwa Kuse from Mdantsane. Even though Sibanda said that everything is in the…
ULORCH UBEKE ISUNDOWNS KUMAQELA ASIBHOZO OKUGQIBELA
UThembinkosi Lorch uthabathe iMamelodi Sundowns wayibeka kumaqela asibhozo okugqibela kwindebe yakwaNedbank njengokuba iiBrazilians zibethe iMaritzburg United ngamanqaku amabini eqandeni eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngokuhlwa kwangeCawa. ULorch, ofike kwiinkunzi zaseTshwane evela…