UMTOLO UTHABATHEKILE NGUTYIRHA, KODWA…
Kungenzeka ukuba uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha akanaxesha lide esebenza nomqeqeshi wakhe omtsha, kodwa uVusi Mtolo uthabathekile ngulomfana owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight nangona nje esithi kusekuninzi okusafuneka bekwenzile. Lenzalelwane…
MTOLO IMPRESSED WITH TYIRHA, BUT…
Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha might not have been with his new trainer for long, but Vusi Mtolo is quite impressed with the former South African junior-flyweight champion’s work rate even…
UMAGAGANE UGAGANA NOMFILIPINO
UJeff Magagane, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, ufumana ithuba lokulungisa izinto emva kokuphulukana nemilo yakho emibini yokugqibela njengokuba ezakulwa noJonJon ‘Wolverine’ Estrada wasePhilippines kuleveki ezayo. Emva kokubethwa kabini kwimilo…
MAGAGANE CLASHES WITH FILIPINO BOXER
Jeff Magagane, who is a former South African featherweight champion, gets an opportunity to arrest the slide after he lost his last two fights as he faces Filipino boxer JonJon…
UTHABATHE UMHLALA PHANTSI UBUDLER
Lufikelele esiphelelweni emanqindini uhambo lwembunguzulu lwembethi-manqindi, uHekkie ‘Hexecutioner’ Budler, obeke phantsi kulomdlalo. UBudler, olwe kudidi lwabahlawulwayo phantse iminyaka engamashumi amabini, ubeliqhawe kumanqindi oMzantsi Afrika, ephumelela iintshinga zehlabathi ezintandathu ingabalwanga ibhanti…
DECORATED BUDLER RETIRES
It’s the end of an era as South Africa’s most decorated boxer Hekkie ‘Hexecutioner’ Budler has retired from the fistic sport. In a professional career spanning almost two decades, Budler…
KUTHENI ZINGEKAQALI IINGXOXO ZIKANONTSHINGA NO-ARANETA
Azikaqalisi iingxoxo phakathi kwabaphathi benjinga yehlabathi, uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, nenkampu kaChristian ‘The Bomb’ Araneta wasePhilippines. Oku kubangelwa kukuba i-International Boxing Federation (IBF) yayirhoxisa incwadi eyayigunyazisa ukuba uNontshinga no-Araneta baqalise…
WHY NONTSHINGA, ARANETA TALKS ARE YET TO START
Negotiations between world champion Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga’s camp and the handlers of Filipino boxer Christian ‘The Bomb’ Araneta are yet to begin. This is so because the International Boxing…
UBROOS UPHEFUMLA NGAPHAMBI KOMDLALO NE-ANDORRA
Umqeqeshi weBafana Bafana, uHugo Broos, ugxininisile ukuba amakhwenkwe akhe azakudlala imidlalo yobuhlobo enzima. Lommi waseBelgium uzakukhokela iBafana xa idlala ne-Andorra e-19 May 1956 Stadium e-Annaba kwelase-Algeria ngokuhlwa kwangoLwesine. “Sizakudlala imidlalo…
BROOS SPEAKS AHEAD OF ANDORRA MATCH
Bafana Bafana coach Hugo Broos has insisted that his boys are going to be engaged in tough international friendly matches. The Belgian is going to lead Bafana when they play…