NATHAN INKS PARTNERSHIP WITH TEIKEN PROMOTIONS
NO DOUBT Management and Teiken Promotions have entered into a partnership, which is aimed at helping showcase the talents of South Africa’s boxers. This partnership came as a result of…
UTEYISI UNYUKELE PHEZULU KUMANQWANQWA E-IBF
Logama esakhangela ikhaya elitsha, apho azakuthelekiswa khona, esafuna nomqeqeshi omtsha, uSiseko ‘Panda’ Teyisi wonyukele phezulu kumanqwanqwa e-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight. UTeyisi uye kwixesha leziyunguma zeKrismesi ekwindawo yeshumi kuluhlu…
TEYISI MOVES UP IN IBF RATINGS
While he’s still searching for a promotional home and a new trainer, Siseko ‘Panda’ Teyisi has moved up in the International Boxing Federation (IBF) junior-flyweight ratings. Teyisi went into the…
KADIMA PENS DEAL WITH GOLDEN GLOVES
Following his impressive performance against Malawian opponent Limbani Lano at the Emperors Palace in Kempton Park, Ekurhuleni, in October last year, Jose Kadima has moved on and joined Golden Gloves.…
UMOJELA UZIBANDAKANYE NEBABINA NOKO
Ngelingeni iSekhukhune United iqinisekisile ukuba ixabangele iqela layo emva kokutyikitya ifolosi uLehlohonolo Bradley Mojela kusasa ngoLwesithathu. UMojela, oneminyaka engamashumi amabini anethoba noyinzalelwane yaseMokopane kwiphondo laseLimpopo, uzibandakanye neBabina Noko esuka kwiqela…
BABINA NOKO CONFIRM MOJELA CAPTURE
Sekhukhune United finally confirmed the strengthening of their strike force with the signing of Lehlohonolo Bradley Mojela on Wednesday morning. The 29-year-old Mojela from Mokopane in Limpopo joined Babina Noko…
UZAKULWA KWAKHONA UFORTUIN
Izinto zibonakala ziyihambela kakuhle intshatsheli yesizwe, uSharadene Fortuin, njengokuba ezakulwa okwesibini kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezine. Emva kokuyikhusela ngempumelelo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwentambanani ngokubetha uThema Zuma ngamanqaku…
ANOTHER FIGHT FOR FORTUIN
Things are looking good for national champion Sharadene Fortuin as she’s set to fight for the second time in less than four months. After she retained her South African female…
KWAYIBA BACK AT CHILLI BOYS
Orlando Pirates announced on Monday afternoon that they had released Sinoxolo Kwayiba back to Eastern Cape side Chippa United. Kwayiba is back at the Gqeberha-based Chilli Boys on a permanent…
UTITUS UYAHLALA KWISTELLIES
UDevin Titus utyikitye isivumelwano sengqesho esitsha neqela laseCape Winelands, iStellenbosch FC, kusasa ngoMvulo. “IStellenbosch FC yanelisekile kukuqinisekisa ukuba uDevin Titus utyikitye isivumelwano sengqesho sexesha elide neliqela,” sitshilo iStellies. UTitus, osele…