ZANTSI BLASTS BOXING SA 

Mbali Zantsi from Zantsi Showtime Productions has come down hard on Boxing South Africa (BSA) after the fistic regulator failed to send a representative at the funeral of the late…

AKAKAXHOMI UMAHLANGU 

Kungenzeka ukuba ubethwe kuyo yomine imilo yakhe yokugqibela, kodwa owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika nowalwa kwimidlalo ye-Olimpiki yango-2004 uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu akakazilungiseleli ukushiya emanqindini njengokuba esafuna ukuqhubela phambili esilwa. Oku kudizwe ngumqeqeshi…

SUNDOWNS CRUISE TO VICTORY

Log-leaders Mamelodi Sundowns extended their lead on top of the Betway Premiership standings to five points after they whipped Polokwane City 3-0 at Loftus Versfeld in Pretoria on Sunday afternoon.…

UFERNANDES ULINDELE UMLO ONZIMA 

Emva kokwamkela injinga yehlabathi uMelvin Jerusalem eMzantsi Afrika ngoLwesithathu, umqeqeshi wamanqindi uManny Fernandes uvumile ukuba uzakubanzima umlo walenzalelwane yasePhilippines noSiyakholwa Kuse. UJerusalem, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, useMzantsi Afrika ezokukhusela intshinga…

css.php