Author: SportAdmin

UKAMEDA UVUMILE UKULWA NODLAMINI

Kuzakuliwa njengokuba uTomoki ‘El Mexicanito’ Kameda waseJapan evumile ukuvana amandla noLerato ‘Lights Out’ Dlamini kwilinge lokuzibekela indawo kumlo wentshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi losiba. I-IBF iyalele ezimbethi-manqindi zimbini ukuba…

UBSA UXHALABILE NGABANTU ABALWA ETANZANIA 

Uyayixhalabisa iBoxing South Africa (BSA) umba weembethi-manqindi ezidla umhlala phantsi nezimane ziyokulwa eTanzania. Oku kuthethwe yingqonyela ebambeleyo kwaBSA uMandla Ntlanganiso emva kokuba owayesakuba yinjinga yehlabathi uNkosinathi ‘Mabhere’ Joyi ebethwe ngu-Abeid…

UVETYEKA UPHEFUMLA NGOMLO KAJOYI 

UNkosinathi ‘Mabhere’ Joyi ugqibe kwelokokuba angathethi emva kokunqunyanyiswa kumjikelo wesithathu yimbethi-manqindi yaseTanzania u-Abeid Zugo, ogama lokwenene lingu-Abeid Kessy Kasongo, kulempelaveki egqithileyo. Endaweni yokuthetha, lentshatsheli yamhlamnene kudidi lweminimumweight kwi-International Boxing Federation…

‘UKODWA UDLALA UPUCA’ – MATITI

Usihlalo weNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) onxungupheleyo, u-Ayanda Matiti, uchaze uMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubekho uZizi Kodwa njengomntu odlala upuca nongakhathaliyo. UMatiti, ozinze eMonti, ebephendula emva kokuba uKodwa ebhengeze ibhodi…

css.php