IPHEHLELELWE EMONTI IKAY B PROMOTIONS
Iphehlelelwe ngokusesikweni eBeacon Bay, eMonti, ngeCawa iKay B Promotions, eliqumrhu elitsha labathelekisi bamanqindi. IKay B Promotions izakubanetumente yayo yamazibulo e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye. “Eli liphupha endabanalo…