MLAMBO SPEAKS ON ROCKETS DEPARTURE
Midfielder Xola Mlambo has revealed that a disagreement with TS Galaxy coach Sead Ramovic over a football tennis accelerated his departure from the Rockets. The 32-year-old Mlambo revealed this during…
Your News, Our News
Midfielder Xola Mlambo has revealed that a disagreement with TS Galaxy coach Sead Ramovic over a football tennis accelerated his departure from the Rockets. The 32-year-old Mlambo revealed this during…
UMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ubhengeze ukuba livuliwe ithuba lokufaka amagama abagqatswa abazakungena kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA) kude kube ngoLwesihlanu umhla weshumi elinambini ku-Epreli. Lenkqubo ilandela emva kokuba iNational Professional…
Minister of Sport Zizi Kodwa has announced that the process to nominate members of a new Boxing South Africa (BSA) board began on Thursday and will close on Friday, 12…
INo Doubt Managament ibhengeze emva kwemini ngoLwesine ukuba ityikitye imbethi-manqindi yaseZimbabwe uCreed Moyo. Intshukumo kaMoyo iza emva kweveki i-United Arab Emirates (UAE) Boxing Commission inike umqondisi weNo Doubt Management, uColin…
No Doubt Management announced the signing of unbeaten and exciting Zimbabwean boxer Creed Moyo on Thursday afternoon. Moyo’s move came a week after No Doubt Management boss Colin ‘Nomakanjani’ Nathan…
UMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa negunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA) uMandla Ntlanganiso bafake amaxwebhu afungelweyo kwityala elifakwe yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). UKodwa uyazikhusela njengokuba iNPBPA yacela umngeni kwisigqibo…
Minister of Sport Zizi Kodwa and Boxing South Africa (BSA) accounting authority Mandla Ntlanganiso have filed answering affidavits in the case brought against them by the National Professional Boxing Promoters…
Imbethi-manqindi yaseMpuma Koloni ebekwa phezulu, uPhumelela ‘Truth’ Cafu, akanamdla ‘kwingxolo’ eyenziwa nguSikho ‘Sequence’ Nqothole malunga nomlo ongabakhona phakathi kwabo. Endaweni yalonto, lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ithi ayinamdla kumlo noNqothole…
Highly-rated Eastern Cape boxer Phumelela ‘Truth’ Cafu is not interested in the ‘noise’ being made by Sikho ‘Sequence’ Nqothole about a possible fight between them. Instead, the reigning South African…
Igqala lembethi-manqindi uThembelani Nxoshe urhoxile kwitumente yeX Promotions ezakubanjelwa eWhittlesea Multipurpose Hall, eSada, ngomhla wesithathu ku-Epreli. Lomfo, uwayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane, ebezakuvavanya isakhono sakhe samanqindi kumlo netyendyana uMoyisi…